Utsho UYEHOVA wemikosi ukuti: Ukuba uya kuhamba ezindleleni zam, nokuba uya kugcina isigcinelo sam, uya kwandula ugwebe indlu yam, namabala am uwagcine; ndandiya kukunika abakokeli pakati kwaba abemiyo apa.
Funda U‐Zekariya 3
Share
Compare All Versions: U‐Zekariya 3:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos