IziKronike 1 12:32
IziKronike 1 12:32 CXB24
Koonyana bakaIsakare, abawaziyo abawaqondayo amaxesha, ukuba bayakwazi abaya kukwenza oonyana bakaSirayeli; iintloko zabo ibingamakhulu amabini; yaye bonke abazalwana babo babelawulwa ngabo.