Wabuya ke ekumlandeleni, wazithabatha iinkomo, wabingelela, wayipheka inyama yazo ngezidlele zeenkomo, wanika abantu, badla. Wesuka ke, wamlandela uEliya, wamkhonza.
Funda oOKumkani 1 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: oOKumkani 1 19:21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo