Wathi kuye, Yabona, wena waluphele, oonyana bakho abahambi ngeendlela zakho; simisele ngoko ukumkani wokusilawula, njengeentlanga zonke. Kodwa loo nto yaba imbi emehlweni kaSamuweli, xa bathi, Sinike ukumkani ukuba asilawule. uSamuweli wathandaza kuYehova.
Funda uSamuweli 1 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 1 8:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo