Kungekuko ukuba silingene ngokwethu ukucamanga nto engathi iphuma kuthi ngokwethu; ukukulingana kwethu oko kuphuma kuThixo; osenze nokusenza sakulingana ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha; asingowombhalo lo, singawomoya; kuba ubhalo luyabulala, umoya ke udlisa ubomi.
Funda KwabaseKorinte 2 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseKorinte 2 3:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo