oOKumkani 2 20:5
oOKumkani 2 20:5 CXB24
Buya uye kuthi kuHezekiya ukumkani wabantu bam, Utsho uYehova, uThixo kaDavide uyihlo, ukuthi, Ndiwuvile umthandazo wakho, ndizibonile iinyembezi zakho; yabona, ndingumphilisi; ngomhla wesithathu uya kunyuka aye endlwini kaYehova.

