Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

oOKumkani 2 23:25

oOKumkani 2 23:25 CXB24

Ngaphambi kwakhe akubangakho kumkani unjengaye, ubuyeleyo kuYehova ngentliziyo yakhe yonke, nangomphefumlo wakhe wonke, nangamandla akhe onke, ngokomyalelo wonke kaMoses; kwaye emva kwakhe akubangakho namnye unjengaye.