Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

oOKumkani 2 7:2

oOKumkani 2 7:2 CXB24

Wamphendula umfo wakwaThixo omnye umntu, abesayama esandleni sakhe ukumkani, wathi, Yabona, khona ukuba uYehova wenze iifestile ezulwini, ingabakho na loo nto? Wathi yena, Khangela, uya kuyibona loo nto ngamehlo akho, ungadli ngayo;