Afika eMara, akaba nakuwasela amanzi aseMara, kuba ayekrakra; ngenxa yoko kwathiwa igama laso yiMara. Abantu bamkrokrela uMoses, besithi, Siya kusela ntoni na? Wanqula uYehova; uYehova wambonisa umthi, awawuphosa emanzini, aba mnandi amanzi; khona wabamisela umyalelo nommiselo, wabancina khona.
Funda iEksodus 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 15:23-25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo