Wathi uFaro kuYosefu, Ekubeni uThixo ekwazisile zonke ezi zinto, akukho bani usisilumko, unengqondo, njengawe. Wena uya kuba yingangamsha yendlu yam, bazimase bonke abantu bam ngokwelizwi lakho; kusetroneni yodwa endiya kuba mkhulu kuwe.
Funda iGenesis 41
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 41:39-40
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo