Bathetha omnye komnye besithi, Inene, sinetyala ngenxa yomninawa wethu, ngokuba sakubona ukubandezeleka komphefumlo wakhe, oko abetarhuzisa kuthi, asamphulaphula; ke ngoko, le mbandezelo ifikile kuthi.
Funda iGenesis 42
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 42:21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo