Wathi uThixo, Nguwo lo umqondiso womnqophiso endiwubekayo phakathi kwam nani, nayo yonke imiphefumlo ephilileyo ephakathi kwenu, kuse kwizizukulwana zasephakadeni. Umnyama wam ndiwubeka efini, ube ngumqondiso womnqophiso ophakathi kwam nehlabathi.
Funda iGenesis 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 9:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo