Phakamisani amehlo enu, nikhangele, ukuba ngubani na owazidalayo ezo zinto; Uzibiza zonke ziphela ngamagama, ngenxa yobukhulu bamandla akhe, ngenxa enokuba ekhaliphile ngamandla; akukho namnye usilelayo.
Funda uIsaya 40
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uIsaya 40:26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo