Kodwa uYehova nguThixo oyinyaniso, nguThixo ophilayo, nguKumkani ongunaphakade; ihlabathi liyanyikima buburhalarhume bakhe, neentlanga aziyi kuba nako ukubuthwala ubushushu bakhe.
Funda uYeremiya 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYeremiya 10:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo