Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

iZililo 3:22-23

iZililo 3:22-23 CXB24

Ziinceba zikaYehova le nto ingasayi kutshabalala, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe. Iyahlaziyeka imiso ngemiso; kukhulu ukuthembeka kwakho.

Umfanekiso weVesi ye iZililo 3:22-23

iZililo 3:22-23 - Ziinceba zikaYehova le nto ingasayi kutshabalala, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe. Iyahlaziyeka imiso ngemiso; kukhulu ukuthembeka kwakho.