uMarko 15:34

uMarko 15:34 CXB24

Ngelixa lesithoba wadanduluka uYesu ngezwi elikhulu, esithi, Eloyi, Eloyi, lama sabhaktani? Oko kukuthi ngentetho evakalayo, Thixo wam, Thixo wam, undishiye ngani na?