Umnqweno wabalulamileyo uwuvile, Nkosi; Uya kuzilungisa iintliziyo zabo, ive indlebe yakho, ukuba ugwebe iinkedama noxinzelelweyo, Angabi sabacinezela umntu wasehlabathini.
Funda Iindumiso 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 10:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo