Iindumiso Iindumiso 121
Iindumiso 121
Ndiwaphakamisela ezintabeni amehlo am, luya kuvela phi na uncedo lwam?
1Ndiwaphakamisela ezintabeni na amehlo am, luvela phi na uncedo lwam?
2Uncedo lwam luvela kuYehova, umenzi wezulu nomhlaba.
3Akayi kuluyekela unyawo lwakho ekubetheni; akalali lowo ukujongileyo.
4Yabona, umlindi wakwaSirayeli akalali, akalali;
5Ngumlindi wakho uYehova: NguYehova isithunzi sakho ngasekunene kwakho.
6Ilanga aliyi kukubetha emini, nenyanga ebusuku.
7uYehova uya kukugcina ebubini bonke; Uya kuwugcina umphefumlo wakho.
8uYehova uya kukugcina ukuphuma kwakho nokungena kwakho ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo.
Currently Selected:
Iindumiso Iindumiso 121: CXB24
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Contemporary Xhosa Bible
Copyright © 2024, by City Bible Foundation ®
Used by permission of City Bible Foundation ® All rights reserved worldwide.

: