Iindumiso Iindumiso 134

Iindumiso 134
1(Ingoma yezinyuko.) Yabonani, mbongeni uYehova, nonke nina bakhonzi bakaYehova, bemiyo endlwini kaYehova ebusuku.
2Phakamisani izandla zenu engcweleni, nimdumise uYehova;
3uYehova, owenza amazulu nehlabathi, akusikelele eZiyon.

Qaqambisa

Share

Copy

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena