(Indumiso kaDavide.) Lithethe ityala lam, Yehova; ngokuba ndihambe ngobulungisa bam; Kananjalo ndakholosa ngoYehova; ke ngoko, andiyi kutyibilika.
Funda Iindumiso 26
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 26:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo