Ndidanduluka kuYehova ngezwi lam, Andiphendule entabeni yakhe engcwele. Sela. Ndalala phantsi, ndalala ubuthongo; Ndivukile; ngokuba uYehova ebendixhasa.
Funda Iindumiso 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 3:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo