Ngokuba uluncedo lwam, ngenxa yoko ndidlamkile esithunzini samaphiko akho. Umphefumlo wam uyakulangazelela, isandla sakho sokunene siyandixhasa.
Funda Iindumiso 63
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 63:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo