Ngokuba umenzile uYehova, indawo yam yokusabela, umenze Oyena Uphakamileyo waba likhaya lakho; Akuyi kwehlelwa bubi, ukufa akuyi kusondela ententeni yakho.
Funda Iindumiso 91
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Iindumiso 91:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo