Ndeva izwi elikhulu emazulwini lisithi, Ngoku luthe usindiso, namandla, nobukumkani bukaThixo wethu, namandla kaKristu wakhe; ngokuba ukhahlelwe phantsi ummangaleli wabazalwana bethu, lowo ubamangalelayo phambi koThixo wethu imini nobusuku, busuku.
Funda IsiThyilelo 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IsiThyilelo 12:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo