IZIKRONIKE I 16:10 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE I 16:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Qhayisani ngegama lakhe elingcwele, Mayivuye intliziyo yabamngxameleyo uYehova.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO75IZIKRONIKE I 16:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Qhayisani ngegama lakhe elilodwa; mabachwayite abo bamnqulayo uNdikhoyo!
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO96IZIKRONIKE I 16:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Qa̔yisani ngegama lake eliyingcwele: maivuye intliziyo yabamfunayo UYEHOVA.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO1902AIZIKRONIKE I 16:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Qhayisani ngegama lakhe elingcwele; mayivuye intliziyo yabamngxameleyo uYehova.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 CXB24