IZIKRONIKE I 16:15 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE I 16:15 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khumbulani ngonaphakade umnqophiso wakhe, Ilizwi awalimisela izizukulwana eziliwaka
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO75IZIKRONIKE I 16:15 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akasokuwulibala naphakade umnqophiso wakhe, awawenzela izizukulwana ngezizukulwana.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO96IZIKRONIKE I 16:15 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kumbulani ucebano lwake kude kube ngunapakade; ilizwi wabelixela kwiwaka lezizukulwana
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO1902AIZIKRONIKE I 16:15 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Khumbulani ngamaxesha onke umnqophiso wakhe; Ilizwi awalimisela iwaka lezizukulwana
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 CXB24