IZIKRONIKE I 16:25 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE I 16:25 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene; Uyoyikeka ngaphezu koothixo bonke
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO75IZIKRONIKE I 16:25 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yingangalala uNdikhoyo, ufanelwe yimbeko enkulu. Ufanelwe kukoyikwa ngaphezu kwezithixo zonke
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO96IZIKRONIKE I 16:25 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba UYEHOVA emkulu, ulungel’ ukudunyiswa kakulu; ulungel’ ukwoyikwa napezu kwotixo bonke.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO1902AIZIKRONIKE I 16:25 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba mkhulu uYehova yaye ufanele ukudunyiswa kakhulu; Uyoyikeka yena ngaphezu koothixo bonke.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 CXB24