IZIKRONIKE I 16:26 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE I 16:26 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bonke oothixo bezizwe àbanto zanto; UYehova yena wenza amazulu.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO75IZIKRONIKE I 16:26 XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba yimifanekiso nje izithixo zeentlanga, kodwa yena uNdikhoyo wadal' oomazulu.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO96IZIKRONIKE I 16:26 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke otixo bezizwe bengamadalo; kanti UYEHOVA walenza izulu.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO1902AIZIKRONIKE I 16:26 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba bonke oothixo beentlanga banqula izithixo, kodwa uYehova wenza amazulu.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 CXB24