IZIKRONIKE I 16:34 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IZIKRONIKE I 16:34 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Bulelani kuYehova ngokuba elungile, Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.

IZIKRONIKE I 16:34 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Bambani ngazibini, kuba ulungile uNdikhoyo. Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.

IZIKRONIKE I 16:34 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Bulelani KUYEHOVA, ngokuba elungile: ngokuba ububele bake bungunapakade.

IZIKRONIKE I 16:34 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Dumisani uYehova; ngokuba elungile; Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.