IZIKRONIKE I 16:36 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE I 16:36 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makabongwe uYehova, uThixo kaSirayeli, Kususela kwaphakade, kude kuse ephakadeni! Bathi ke bonke abantu, Amen, bamdumisa uYehova.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO75IZIKRONIKE I 16:36 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makabongwe uNdikhoyo uThixo kaSirayeli kususela ngoku kude kube nini-nini! Ke kaloku bonke abantu bathi: “Huntshuu! Makabongwe uNdikhoyo!”
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO96IZIKRONIKE I 16:36 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makabongwe UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli, kwa kunapakade kude kube ngunapakade! Baza bati bonke abantu: Amene! bamdumisa UYEHOVA.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 XHO1902AIZIKRONIKE I 16:36 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Makabongwe uYehova, uThixo kaSirayeli, kude kuse ephakadeni. Bathi bonke abantu, Amen, badumisa uYehova.
Yabelana
IZIKRONIKE I 16 CXB24