IZIKRONIKE I 28:10 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE I 28:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ulumke ke; ngokuba uYehova ukunyule ukuba wakhe indlu ibe yeyengcwele. Yomelela uyenze.
Yabelana
IZIKRONIKE I 28 XHO75IZIKRONIKE I 28:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke zikisa ukucinga, kuba kaloku uNdikhoyo ukunyulele ukuba umakhele indlu engcwele. Ngoko ke yomelela uwenze lo msebenzi.”
Yabelana
IZIKRONIKE I 28 XHO96IZIKRONIKE I 28:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lumka kaloku; ngokuba UYEHOVA ekunyulile ukuba uyake indlu ibe yindawo eyingcwele: yomelela, wenze ke.
Yabelana
IZIKRONIKE I 28 XHO1902AIZIKRONIKE I 28:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Lumka ngoku; ngokuba uYehova ukunyule ukuba wakhe indlu engcwele; yomelela, yenze.
Yabelana
IZIKRONIKE I 28 CXB24