Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

IZIKRONIKE I 29:12 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

IZIKRONIKE I 29:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ubutyebi nozuko luvela kuwe, ulawula zonke izinto; asesandleni sakho amandla nobugorha; kusesandleni sakho ukukhulisa nokomeleza zonke izinto.

IZIKRONIKE I 29:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Isidima nobutyebi ziphuma kuwe; wena ungumlawuli weento zonke. Kulapho kwezo zandla zakho ukomelela ndawonye namandla. Xa bebonke ubanike ubukhulu namandla.

IZIKRONIKE I 29:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ubutyebi nodumo luvela kuwe; wena uyapata ubukosi pezu kwonke; esandleni sako kuko ukwomelela namandla; kusesandleni sako ukukwenza kukulu nokukwomeleza konke.

IZIKRONIKE I 29:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ubutyebi nozuko luvela kuwe, ulawula zonke izinto; kwaye esandleni sakho kukho amandla namandla; kwaye esandleni sakho kukwandisa nokomelela kubo bonke.