IZIKRONIKE I 8:8 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZIKRONIKE I 8:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UShaharayim wazala emhlabeni wakwaMowabhi, emveni kokubandulula wakhe ooHushim noBhahara, abafazi bakhe
Yabelana
IZIKRONIKE I 8 XHO75IZIKRONIKE I 8:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShaharayim wawuqhawula umtshato wakhe nabafazi bakhe, uHushim noBhayara, waya kuma eMowabhi
Yabelana
IZIKRONIKE I 8 XHO96IZIKRONIKE I 8:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo u‐Shaharayime wazala abantwana elizweni le‐Mowabi, emvenikweni abebandulule, ngo‐Hushime no‐Bahara abafazi bake.
Yabelana
IZIKRONIKE I 8 XHO1902AIZIKRONIKE I 8:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uSharayim wazala abantwana ezweni lakwaMowabhi, ekubagxotheni kwakhe; Abafazi bakhe yayinguHushim noBhahara.
Yabelana
IZIKRONIKE I 8 CXB24