KWABASEKORINTE I 12:11
KWABASEKORINTE I 12:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zonke ke ezo zinto zisetyenzwa kwangaloo Moya mnye; umabela elowo ngokwakhe njengoko athandayo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 12KWABASEKORINTE I 12:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ngulo Moya mnye owenza yonke le nto; umntu ngamnye umnika isipho esahlukileyo ngokubona kwakhe.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 12