KWABASEKORINTE I 2:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEKORINTE I 2:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ukholo lwenu lungabi sebulumkweni babantu, lube semandleni kaThixo.
Yabelana
KWABASEKORINTE I 2 XHO75KWABASEKORINTE I 2:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukholo lwenu malungaxhomekeki bucikweni bamntu, kodwa malusekelwe ngamandla kaThixo.
Yabelana
KWABASEKORINTE I 2 XHO96KWABASEKORINTE I 2:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ukolo lwenu lungemi ebulumkweni babantu, koko lume emandleni KATIXO.
Yabelana
KWABASEKORINTE I 2 XHO1902AKWABASEKORINTE I 2:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
ukuze ukholo lwenu lungabi sebulumkweni babantu, lube semandleni kaThixo.
Yabelana
KWABASEKORINTE I 2 CXB24