KWABASEKORINTE I 3:18
KWABASEKORINTE I 3:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Makungabikho namnye uzikhohlisayo. Ukuba umntu uba usisilumko phakathi kwenu kweli phakade, makabe sisidenge, ukuze abe sisilumko.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3KWABASEKORINTE I 3:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Makungabikho namnye uzikhohlisayo. Ukuba ubani kuni uba usisilumko kweli hlabathi, makabe “sisidenge” ukuze abe sisilumko ngenene.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3