KWABASEKORINTE I 6:19-20
KWABASEKORINTE I 6:19-20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Anazi na, ukuba umzimba wenu uyitempile yoMoya oyiNgcwele ongaphakathi kwenu, eninaye evela kuThixo; nokuba ke aningabenu? Kuba nathengwa ngexabiso. Mzukiseni ke uThixo ngomzimba wenu nangomoya wenu, izinto ezizezikaThixo ezo.
KWABASEKORINTE I 6:19-20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Anazi na ukuba imizimba yenu yindlu kaMoya oyiNgcwele, ahlala kuyo, evela kuThixo? Kaloku aningobenu; ningabakaThixo owanithenga ngexabiso elikhulu. Mdumiseni ke uThixo ngemizimba yenu.
KWABASEKORINTE I 6:19-20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yintoni na? Anazi na, ukuba umzimba wenu uyitempile yoMoya oyiNgcwele ongaphakathi kwenu, eninaye evela kuThixo; nokuba ke aningabenu? Kuba nathengwa ngexabiso. Mzukiseni ke uThixo ngomzimba wenu nangomoya wenu, izinto ezizezikaThixo ezo.
KWABASEKORINTE I 6:19-20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Anazi yinina, okokuba umzimba wenu uyitempile YOMOYA OYINGCWELE okuni, eninaye evela KUTIXO, nokuba aningabenu? Ngokuba benitengiwe ngenani: dumisani ke ngoko UTIXO, emzimbeni wenu, nasemoyeni wenu, eye KATIXO yomibini.