KWABASEKORINTE I 7:5
KWABASEKORINTE I 7:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musani ukwala ukuhlangana, ningathanga nibe nivumelene okomzuzwana, ukuze ke nibe nethuba lokuzila ukudla nelokuthandaza; nibuye nihlangane ndawonye, ukuze anganihendi uSathana ngenxa yentswela-kuzeyisa kwenu.
KWABASEKORINTE I 7:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musani ukwala ukuhlangana, ngaphandle kokuba nivumelene ukungahlangani okomzuzwana, nisenzela ukuba nibe nethuba lokuthandaza. Emva koko ke ze nibuye nihlangane, hleze uSathana anihende ngenxa yokungabi nako kwenu ukuzibamba.
KWABASEKORINTE I 7:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Musani ukwazana, ngaphandle kokuba nivumelene okomzuzwana, ukuze nizinikele nina ziqu nizila ukutya nokuthandaza; nibuye nihlangane, ukuze anganihendi uSathana ngenxa yokungazithibi kwenu.
KWABASEKORINTE I 7:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ize ningalumkisani, kupela umhlaumbi kube lixesha elitile ngokuvumelana, ukuze nizuze ituba lokuzila ukutya nelokutandaza; nandul’ ukubuya nihlangane ndawonye, ukuze u‐Satane anganilingi ngenxa yokuba ningenabunca̔tu.