KAYOHANE I 3:9
KAYOHANE I 3:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bonke abazelwe nguThixo abenzi sono, ngokuba imbewu yakhe ihleli kubo; kananjalo abanakona, ngokuba bezelwe nguThixo.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 3KAYOHANE I 3:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Lowo ke ungumntwana kaThixo akoni rhoqo. Kaloku uzelwe nguThixo yena. Umntwana kaThixo kaloku akanakuhlalela ukona.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 3