KAYOHANE I 4:18
KAYOHANE I 4:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akukho loyiko eluthandweni; lusuka uthando olugqibeleleyo luluphose phandle uloyiko; ngokuba uloyiko lunexhala; lowo ke woyikayo akagqibelele eluthandweni.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Alukho uloyiko apho kukho uthando, kuba uthando oluyondeleleneyo luyakugxotha ukoyika. Kaloku emntwini owoyikayo uthando alukayondelelani, kuba ukoyika kuhambisana nesohlwayo.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4