KAYOHANE I 4:3
KAYOHANE I 4:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
nomoya wonke ongamvumiyo uYesu Kristu ezé esenyameni, asingokaThixo; lo ngokamchasi-Kristu, lowo niwuvileyo ukuba uyeza; nangoku uselukho ehlabathini.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4KAYOHANE I 4:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kanti ke ukuba akayivumi loo nto, akanaye uMoya ovela kuThixo loo mntu unjalo. Loo moya anawo ngokamchasi-Krestu. Nanivile ukuba uya kuze afike; ukho ke ngoku ehlabathini.
Yabelana
Funda KAYOHANE I 4