OOKUMKANI I 17:10
OOKUMKANI I 17:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wesuka ke waya eTsarfati, wafika esangweni lomzi; nanko kukho apho umfazi ongumhlolokazi echola iinkuni; wambiza, wathi, Khawundikhelele intwana yamanzi ngesitya, ndisele.
Share
Funda OOKUMKANI I 17OOKUMKANI I 17:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke wahamba waya eZarfati. Ekufikeni kwakhe ke esangweni lesixeko eso, wafika kukho mhlolokazi uthile echola-chola iintsasa. Wambiza waza wathi: “Khawundiphathele amanzi ngendebe ukuze ndisele.”
Share
Funda OOKUMKANI I 17