OOKUMKANI I 17:7
OOKUMKANI I 17:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuthe, kwakuhamba ixesha, watsha umlanjana, ngokuba bekungabangakho mvula ezweni.
Share
Funda OOKUMKANI I 17OOKUMKANI I 17:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuthe ke ngokuhamba kwexesha yatsha loo ntlanjana, kuba kwakungekho mvula kwelo lizwe.
Share
Funda OOKUMKANI I 17