OOKUMKANI I 18:38
OOKUMKANI I 18:38 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wawa ke umlilo kaYehova, walidla idini elinyukayo, kwaneenkuni, kwanamatye, kwanomhlaba; namanzi abe esemseleni wawakhotha.
Share
Funda OOKUMKANI I 18OOKUMKANI I 18:38 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku wehla umlilo, uvela kuNdikhoyo, waza walitshisa idini elo, kunye neenkuni, amatye, nomhlaba, wada walenca naloo manzi ayesemseleni.
Share
Funda OOKUMKANI I 18