OOKUMKANI I 19:20
OOKUMKANI I 19:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wazishiya iinkabi, wabaleka emva koEliya, wathi, Makhe ndiye kwanga ubawo noma, ndikulandele ke. Wathi kuye, Hamba ubuye; ndikwenzé ntoni na?
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 19OOKUMKANI I 19:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke uElisha wazishiya iinkabi ezo, waza wabaleka emva koEliya. Wathi kuye: “Makhe ndiye kwanga utata nomama kuqala, ukuze ke ndihambe nawe.” UEliya waphendula wathi: “Hamba kaloku; andikuthinteli nganto.”
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 19