OOKUMKANI I 22:20
OOKUMKANI I 22:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
wathi uYehova, Ngubani na oya kulukuhla uAhabhi, enyuke aye awe eRamoti yaseGiliyadi? Wenjenje lo ukuthetha, wenjenje lo ukuthetha.
Share
Funda OOKUMKANI I 22OOKUMKANI I 22:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza ke yena wathi: ‘Yaz' ukuba ngubani na oya kulukuhla uAhabhi aze ahlasele iRamoti yaseGiliyadi, khon' ukuze afele khona?’ Omnye uthethe ngolu hlobo, waza ke omnye wathetha ngoluya.
Share
Funda OOKUMKANI I 22