OOKUMKANI I 3:11
OOKUMKANI I 3:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke uThixo kuye, Ngenxa enokuba ucelé le nto, akwazicelela imihla emininzi, akwazicelela ubutyebi, akwazicelela ubomi beentshaba zakho, wazicelela ukuqonda ukuba uwathethe amatyala: uya bona, ndenzé ngokwelizwi lakho.
OOKUMKANI I 3:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke uThixo wathi kuye: “Ngenxa yokuba ucele ngolu hlobo, awazicelela ubomi obude okanye ubutyebi, awucelanga nokuba kubulawe iintshaba zakho, koko ucele ubuchule bokuthetha amatyala ngobulungisa
OOKUMKANI I 3:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi ke uThixo kuye, Ekubeni ucele loo nto, akwayicela imihla emininzi; Anibucelanga ubutyebi benu, anicelanga nomphefumlo weentshaba zenu; Ke ucele ukuqonda kwakho ukuba kugwebe
OOKUMKANI I 3:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza UTIXO wati kuye: Ngenxa yokuba ucelile lento, ungazicelelanga imihla emininzi, ungazicelelanga nobutyebi, ungacelanga nobomi bentshaba zako, koko uzicelele ingqiqo ukuba uqonde ukugweba