OOKUMKANI I 3:8
OOKUMKANI I 3:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Umkhonzi wakho lo uphakathi kwabantu bakho obanyulileyo, abantu abaninzi, abangenakubalwa, abangenakuxelwa ukuba baninzi.
Share
Funda OOKUMKANI I 3OOKUMKANI I 3:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, isicaka sakho esi siphakathi kwabantu obanyulileyo, ihlokondiba labantu abayinyambalala engenakubalwa.
Share
Funda OOKUMKANI I 3