USAMUWELI I 12:24
USAMUWELI I 12:24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Moyikeni uYehova nize nimkhonze ngokwenyaniso ngeentliziyo zenu zonke; ngokuba nizibonile izinto ezinkulu anenzele zona.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 12USAMUWELI I 12:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kodwa moyikeni uYehova, nimkhonze ngenyaniso, ngentliziyo yenu yonke; ngokuba kuboneni okukhulu anenzele khona.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 12