USAMUWELI I 13:14
USAMUWELI I 13:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke ngoko ubukumkani bakho abusayi kuma. UYehova uzifunele indoda engantliziyo yakhe; wayimisa uYehova ukuba ibe yingànga yabantu bakhe; ngokuba akukugcinanga oko uYehova akuwisele umthetho ngako.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 13USAMUWELI I 13:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke ngoku luza kunqamka ulawulo lwakho, kuba uwutyeshele kaloku umyalelo kaNdikhoyo. UNdikhoyo uzityumbele enye indoda esenyongweni yakhe ukuba ibalawule abantu bakhe. ”
Yabelana
Funda USAMUWELI I 13USAMUWELI I 13:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kodwa ngoku, ubukumkani bakho abuyi kubakho; uYehova wakhangela indoda entliziyweni yayo, wayimisa uYehova ukuba ibe ngumlawuli wabantu bakhe, ngokuba engayigcinanga imithetho kaYehova.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 13USAMUWELI I 13:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
kodwa ngoku ubukumkani bako abuyi kuma: UYEHOVA uzifunele indoda enjengentliziyo yake; kanjalo UYEHOVA uyimisele ibe yinkosi pezu kwabantu bake; ngokuba ungagcinanga oko akuyaleleyo UYEHOVA.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 13